1 Kumkani 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 khangela! ngokuqinisekileyo ndiya kwenza ngokuvumelana namazwi akho.+ Khangela! ngokuqinisekileyo ndiya kukunika intliziyo elumkileyo nenokuqonda,+ ukuze kungabikho onjengawe phambi kwakho, nasemva kwakho kungaveli onjengawe.+ 1 Kumkani 10:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngoko uKumkani uSolomon wayemkhulu ngakumbi kunabo bonke abanye ookumkani bomhlaba ngobutyebi+ nobulumko.+ 2 Kronike 9:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngoko uKumkani uSolomon wayemkhulu ngakumbi kunabo bonke abanye ookumkani bomhlaba ngobutyebi+ nangobulumko.+ INdumiso 72:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Uya kuba nabalawulwa abasukela elwandle baye kufikelela elwandle+Basukele eMlanjeni+ base eziphelweni zehlabathi.+
12 khangela! ngokuqinisekileyo ndiya kwenza ngokuvumelana namazwi akho.+ Khangela! ngokuqinisekileyo ndiya kukunika intliziyo elumkileyo nenokuqonda,+ ukuze kungabikho onjengawe phambi kwakho, nasemva kwakho kungaveli onjengawe.+
23 Ngoko uKumkani uSolomon wayemkhulu ngakumbi kunabo bonke abanye ookumkani bomhlaba ngobutyebi+ nobulumko.+
22 Ngoko uKumkani uSolomon wayemkhulu ngakumbi kunabo bonke abanye ookumkani bomhlaba ngobutyebi+ nangobulumko.+
8 Uya kuba nabalawulwa abasukela elwandle baye kufikelela elwandle+Basukele eMlanjeni+ base eziphelweni zehlabathi.+