4 Ngokubhekele phaya, uDavide wathimba kuye iwaka leenqwelo namawaka asixhenxe abakhweli-mahashe namashumi amabini amawaka amadoda ahamba ngeenyawo.+ UDavide wawanqumla imisipha+ onke amahashe atsala iinqwelo,+ kodwa washiya kuwo amahashe alikhulu atsala iinqwelo.