Yoshuwa 11:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 UYehova wathi kuYoshuwa: “Musa ukoyika ngenxa yabo,+ kuba ngomso malunga neli xesha ndiza kubanikela bonke kuSirayeli ukuba ababulale. Amahashe abo niya kuwanqumla imisipha,+ neenqwelo zabo zokulwa niya kuzitshisa ngomlilo.”+
6 UYehova wathi kuYoshuwa: “Musa ukoyika ngenxa yabo,+ kuba ngomso malunga neli xesha ndiza kubanikela bonke kuSirayeli ukuba ababulale. Amahashe abo niya kuwanqumla imisipha,+ neenqwelo zabo zokulwa niya kuzitshisa ngomlilo.”+