2 Samuweli 20:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Yaye uAdoram+ wayephezu kwabo babhaliselwe ukusebenza ngokuqhutywa ngebhaxa; uYehoshafati+ unyana ka-Ahiludi wayegcina ingxelo. 1 Kumkani 4:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 uElihorefe noAhiya, oonyana bakaShisha, oonobhala;+ uYehoshafati+ unyana ka-Ahiludi, owayegcina ingxelo; 1 Kronike 18:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kwaye uYowabhi unyana kaTseruya wayephethe umkhosi,+ uYehoshafati+ unyana ka-Ahiludi wayegcina ingxelo.
24 Yaye uAdoram+ wayephezu kwabo babhaliselwe ukusebenza ngokuqhutywa ngebhaxa; uYehoshafati+ unyana ka-Ahiludi wayegcina ingxelo.
3 uElihorefe noAhiya, oonyana bakaShisha, oonobhala;+ uYehoshafati+ unyana ka-Ahiludi, owayegcina ingxelo;
15 Kwaye uYowabhi unyana kaTseruya wayephethe umkhosi,+ uYehoshafati+ unyana ka-Ahiludi wayegcina ingxelo.