2 Samuweli 8:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kwaye uYowabhi+ unyana kaTseruya wayephethe umkhosi; uYehoshafati+ unyana ka-Ahiludi wayegcina ingxelo. 1 Kronike 11:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoko uDavide wathi: “Nabani na oxabela+ amaYebhusi kuqala, uya kuba yintloko nenkosana.” UYowabhi+ unyana kaTseruya wenyuka kuqala, waza waba yintloko.
16 Kwaye uYowabhi+ unyana kaTseruya wayephethe umkhosi; uYehoshafati+ unyana ka-Ahiludi wayegcina ingxelo.
6 Ngoko uDavide wathi: “Nabani na oxabela+ amaYebhusi kuqala, uya kuba yintloko nenkosana.” UYowabhi+ unyana kaTseruya wenyuka kuqala, waza waba yintloko.