2 Samuweli 20:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 NoIra umYayire waba ngumbingeleli+ kaDavide. 1 Kumkani 4:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 uAzariya unyana kaNatan+ wayephethe amasekela, yaye uZabhudi unyana kaNatan wayengumbingeleli, umhlobo+ kakumkani; 1 Kronike 18:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 UBhenaya+ unyana kaYehoyada+ wayephethe amaKereti+ namaPeleti;+ oonyana bakaDavide babesesikhundleni sokuqala kwicala likakumkani.+
5 uAzariya unyana kaNatan+ wayephethe amasekela, yaye uZabhudi unyana kaNatan wayengumbingeleli, umhlobo+ kakumkani;
17 UBhenaya+ unyana kaYehoyada+ wayephethe amaKereti+ namaPeleti;+ oonyana bakaDavide babesesikhundleni sokuqala kwicala likakumkani.+