2 UDavide wathi: “Ndiya kumenzela ububele bothando+ uHanuni unyana kaNahashe, ngenxa yokuba uyise wandenzela ububele bothando.”+ Ngako oko uDavide wathumela abathunywa ukuba bamthuthuzele ngenxa kayise, baza abathunywa bakaDavide bafika kwilizwe loonyana baka-Amoni+ kuHanuni ukuba bamthuthuzele.