Genesis 19:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Yona encinane, nayo yazala unyana yaza yamthiya igama elinguBhen-ami. Yena nguyise woonyana baka-Amoni,+ unanamhla. Numeri 21:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngoko ke uSirayeli wamxabela ngohlangothi lwekrele+ waza walihlutha ilizwe lakhe+ ukususela eArnon+ kuse eYabhoki,+ kufuphi noonyana baka-Amoni; ngokuba iYazere+ ingumda woonyana baka-Amoni.+ 1 Kronike 19:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Abanye abantu wabanikela esandleni sika-Abhishayi+ umntakwabo, ukuba akhe uluhlu ukuze ahlangabeze oonyana baka-Amoni.+
38 Yona encinane, nayo yazala unyana yaza yamthiya igama elinguBhen-ami. Yena nguyise woonyana baka-Amoni,+ unanamhla.
24 Ngoko ke uSirayeli wamxabela ngohlangothi lwekrele+ waza walihlutha ilizwe lakhe+ ukususela eArnon+ kuse eYabhoki,+ kufuphi noonyana baka-Amoni; ngokuba iYazere+ ingumda woonyana baka-Amoni.+
11 Abanye abantu wabanikela esandleni sika-Abhishayi+ umntakwabo, ukuba akhe uluhlu ukuze ahlangabeze oonyana baka-Amoni.+