1 Samuweli 25:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Xa uAbhigali wabona uDavide, kwaoko wangxama wehla e-esileni, wawa ngobuso phambi koDavide waza waqubuda+ emhlabeni. 2 Samuweli 14:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kwaye umfazi lowo waseTekowa wangena kukumkani wawa ngobuso bakhe emhlabeni,+ waqubuda waza wathi: “Sindisa,+ kumkani!”
23 Xa uAbhigali wabona uDavide, kwaoko wangxama wehla e-esileni, wawa ngobuso phambi koDavide waza waqubuda+ emhlabeni.
4 Kwaye umfazi lowo waseTekowa wangena kukumkani wawa ngobuso bakhe emhlabeni,+ waqubuda waza wathi: “Sindisa,+ kumkani!”