Yobhi 31:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 “Ndenze umnqophiso namehlo am.+Ngoko ndinokuzibonakalisa njani ndinikela ingqalelo entombini enyulu?+ IMizekeliso 5:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngoko, kutheni na, nyana wam, ufanele uthabatheke ngumfazi wasemzini okanye uwole isifuba somfazi wasemzini?+ Mateyu 5:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Kodwa mna ndithi kuni wonk’ ubani oqhubeka ekhangela umfazi+ ngokokude amkhanuke sele emkrexezile+ entliziyweni yakhe.+
31 “Ndenze umnqophiso namehlo am.+Ngoko ndinokuzibonakalisa njani ndinikela ingqalelo entombini enyulu?+
20 Ngoko, kutheni na, nyana wam, ufanele uthabatheke ngumfazi wasemzini okanye uwole isifuba somfazi wasemzini?+
28 Kodwa mna ndithi kuni wonk’ ubani oqhubeka ekhangela umfazi+ ngokokude amkhanuke sele emkrexezile+ entliziyweni yakhe.+