IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 2:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 ukuze kukuhlangule kumfazi wasemzini,+ omazwi akhe agudileyo,+

  • IMizekeliso 7:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Ngequbuliso uyamlandela,+ njengenkunzi yenkomo isiya ekuxhelweni, nangokungathi ufakwe amakhamandela njengaxa kuqeqeshwa umntu osisidenge,

  • IMizekeliso 22:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Umlomo womfazi wasemzini ngumhadi onzulu.+ Oqalekiswa nguYehova uya kuwela kuwo.+

  • IMizekeliso 23:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Kuba unongogo ngumhadi+ onzulu yaye umfazi wasemzini liqula elimxinwa.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share