2 Samuweli 6:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoko bayingenisa ityetya kaYehova baza bayibeka endaweni yayo ngaphakathi ententeni uDavide awayeyimisele yona;+ emva koko uDavide wanikela imibingelelo etshiswayo+ nemibingelelo yobudlelane+ phambi koYehova. 2 Samuweli 7:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 wandula ke ukumkani wathi kuNatan+ umprofeti: “Yabona, ke, ndihlala endlwini yemisedare+ ngoxa ityeya kaTHIXO oyinyaniso ihlala phakathi kwamalaphu entente.”+
17 Ngoko bayingenisa ityetya kaYehova baza bayibeka endaweni yayo ngaphakathi ententeni uDavide awayeyimisele yona;+ emva koko uDavide wanikela imibingelelo etshiswayo+ nemibingelelo yobudlelane+ phambi koYehova.
2 wandula ke ukumkani wathi kuNatan+ umprofeti: “Yabona, ke, ndihlala endlwini yemisedare+ ngoxa ityeya kaTHIXO oyinyaniso ihlala phakathi kwamalaphu entente.”+