IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 12:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kutheni na ukuze ulidelele ilizwi likaYehova ngokwenza okubi+ emehlweni akhe? U-Uriya umHiti umxabele ngekrele,+ nomfazi wakhe umthabathile njengomfazi wakho,+ ibe yena umbulele ngekrele loonyana baka-Amoni.

  • INdumiso 51:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ndihlangule ekubeni netyala legazi,+ Thixo onguTHIXO wosindiso lwam,+

      Ukuze ulwimi lwam lubuxele ngovuyo ubulungisa bakho.+

  • IMizekeliso 3:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Musa ukuyila nantoni na embi+ ngedlelane lakho, xa lona lihleli nawe ngemvo yonqabiseko.+

  • IMizekeliso 17:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ke obuyekeza okubi endaweni yokulungileyo,+ ububi abuyi kumka endlwini yakhe.+

  • Zekariya 8:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Musani ukuceba intlekele omnye komnye ezintliziyweni zenu,+ ningathandi nasiphi na isifungo sobuxoki;+ kuba ezi zizinto zonke endizithiyileyo,’+ utsho uYehova.”

  • Marko 7:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 kuba ngaphakathi, entliziyweni yabantu,+ kuphuma iingcinga ezimbi: uhenyuzo,+ ubusela, ukubulala,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share