2 Samuweli 11:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kwathi sakudlula isihlandlo sokuzila,+ ngoko nangoko uDavide wathumela waza wamthabathela ekhaya endlwini yakhe, waba ngumfazi wakhe.+ Ekuhambeni kwexesha wamzalela unyana, kodwa loo nto wayenzayo uDavide yabonakala imbi+ emehlweni+ kaYehova. Hebhere 13:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Umtshato mawubekeke phakathi kwenu nonke, nesilili somtshato masingadyojwa,+ kuba uThixo uya kubagweba abahenyuzi nabakrexezi.+
27 Kwathi sakudlula isihlandlo sokuzila,+ ngoko nangoko uDavide wathumela waza wamthabathela ekhaya endlwini yakhe, waba ngumfazi wakhe.+ Ekuhambeni kwexesha wamzalela unyana, kodwa loo nto wayenzayo uDavide yabonakala imbi+ emehlweni+ kaYehova.
4 Umtshato mawubekeke phakathi kwenu nonke, nesilili somtshato masingadyojwa,+ kuba uThixo uya kubagweba abahenyuzi nabakrexezi.+