1 Samuweli 25:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Wandula ke uAbhigali+ wangxama waza wesuka, wakhwela+ e-esileni emva kwakhe kuhamba iintombi ezintlanu; wahamba epheleka abathunywa bakaDavide waza ke waba ngumfazi wakhe.
42 Wandula ke uAbhigali+ wangxama waza wesuka, wakhwela+ e-esileni emva kwakhe kuhamba iintombi ezintlanu; wahamba epheleka abathunywa bakaDavide waza ke waba ngumfazi wakhe.