-
2 Samuweli 12:19INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
19 Xa uDavide wabona abakhonzi bakhe besebezelana, waqonda ukuba umntwana ufile. Ngoko uDavide wathi kubakhonzi bakhe: “Ufile na umntwana?” Bathi bona: “Ufile.”
-
-
2 Samuweli 15:14INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
14 Kwaoko wathi uDavide kubo bonke abakhonzi bakhe ababenaye eYerusalem: “Sukumani, masibaleke simke;+ kuba akuyi kubakho kusinda kuthi ngenxa ka-Abhisalom! Hambani ngokukhawuleza, ngokoyikela ukuba usenokukhawuleza ukuze okunene asifumane aze asihlisele okubi nesixeko asixabele ngohlangothi lwekrele!”+
-