Mateyu 10:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ngoko ke musani ukuboyika; kuba akukho nto igqutyuthelweyo ingayi kutyhileka, nemfihlelo engayi kwaziwa.+ Luka 12:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kodwa akukho nto ifihlwe ngenyameko engayi kutyhilwa, neyimfihlelo engayi kwaziwa.+
26 Ngoko ke musani ukuboyika; kuba akukho nto igqutyuthelweyo ingayi kutyhileka, nemfihlelo engayi kwaziwa.+