Genesis 20:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoko uTHIXO oyinyaniso wathi kuye ephupheni: “Nam ndiyazi ukuba ukwenze ngentliziyo enyanisekileyo oku,+ ndaza ke ndakunqanda ukuba ungoni kum.+ Kungenxa yoko le nto ndingakuvumelanga ukuba umchukumise.+ Genesis 39:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Akukho bani mkhulu kunam endlwini apha, kwaye ayindibandezanga nantoni na ngaphandle kwakho, kuba ungumfazi wayo.+ Ngoko ndingathini ukwenza obu bubi bukhulu kangaka ndize eneneni ndone kuThixo?”+ Levitikus 5:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngumnikelo wetyala ke lowo. Unetyala+ okunene kuYehova.” 2 Samuweli 12:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ke kaloku uDavide wathi+ kuNatan: “Ndonile kuYehova.”+ Wathi ke uNatan kuDavide: “NoYehova uyasidlulisa isono sakho.+ Akuyi kufa.+ Luka 15:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngoko unyana wathi kuye, ‘Bawo, ndonile kulo izulu nakuwe.+ Andisafanele kubizwa ngokuba ndingunyana wakho. Ndenze ndibe njengomnye wabaqeshwa bakho.’+
6 Ngoko uTHIXO oyinyaniso wathi kuye ephupheni: “Nam ndiyazi ukuba ukwenze ngentliziyo enyanisekileyo oku,+ ndaza ke ndakunqanda ukuba ungoni kum.+ Kungenxa yoko le nto ndingakuvumelanga ukuba umchukumise.+
9 Akukho bani mkhulu kunam endlwini apha, kwaye ayindibandezanga nantoni na ngaphandle kwakho, kuba ungumfazi wayo.+ Ngoko ndingathini ukwenza obu bubi bukhulu kangaka ndize eneneni ndone kuThixo?”+
13 Ke kaloku uDavide wathi+ kuNatan: “Ndonile kuYehova.”+ Wathi ke uNatan kuDavide: “NoYehova uyasidlulisa isono sakho.+ Akuyi kufa.+
21 Ngoko unyana wathi kuye, ‘Bawo, ndonile kulo izulu nakuwe.+ Andisafanele kubizwa ngokuba ndingunyana wakho. Ndenze ndibe njengomnye wabaqeshwa bakho.’+