IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yoshuwa 22:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Yaye wahlabela mgama wathi kubo: “Buyelani ezintenteni zenu nobutyebi obuninzi nemfuyo eninzi, nesilivere negolide nobhedu nentsimbi nezambatho ezininzi kakhulu.+ Thabathani isabelo senu samaxhoba+ eentshaba zenu nabazalwana benu.”

  • 1 Samuweli 30:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ngoko uDavide wayithabatha yonke imihlambi yezimvu nemihlambi yeenkomo, ababeyiqhuba phambi kwenye le imfuyo. Bandula ke bathi: “Lixhoba likaDavide eli.”+

  • 2 Samuweli 3:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Abakhonzi bakaDavide noYowabhi babevela ekuhlaseleni, yaye babesiza nentabalala yamaxhoba.+ Ke yena uAbhinere, wayengekho kunye noDavide eHebron, kuba yena wayemndulule, naye ke wahamba exolile.

  • 2 Samuweli 8:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Nezi uKumkani uDavide wazingcwalisela uYehova, kunye nesilivere negolide awayeyingcwalisile ivela kuzo zonke iintlanga awayezoyisile,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share