1 Kumkani 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ekugqibeleni uAdoniya wenza umbingelelo+ wezimvu neenkomo namathole atyetyisiweyo kufuphi nelitye laseZohelete, elisecaleni kwase-En-rogele,+ waza wamema bonke abantakwabo oonyana bakakumkani+ nawo onke amadoda akwaYuda abakhonzi bakakumkani; 1 Kumkani 1:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngoko ubingelele ngeenkunzi zeenkomo namathole atyetyisiweyo nezimvu ezininzi waza wamema bonke oonyana bakakumkani+ noAbhiyatare+ umbingeleli noYowabhi+ intloko yomkhosi; kodwa uSolomon umkhonzi wakho akammemanga.+ 1 Kumkani 1:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kuba namhlanje wehlile ukuze abingelele+ ngeenkunzi zeenkomo namathole atyetyisiweyo nezimvu ezininzi nokuze ameme bonke oonyana bakakumkani neentloko zomkhosi noAbhiyatare umbingeleli;+ yaye nabo bayadla kwaye bayasela phambi kwakhe ibe baqhubeka besithi, ‘Makaphile uKumkani uAdoniya!’+
9 Ekugqibeleni uAdoniya wenza umbingelelo+ wezimvu neenkomo namathole atyetyisiweyo kufuphi nelitye laseZohelete, elisecaleni kwase-En-rogele,+ waza wamema bonke abantakwabo oonyana bakakumkani+ nawo onke amadoda akwaYuda abakhonzi bakakumkani;
19 Ngoko ubingelele ngeenkunzi zeenkomo namathole atyetyisiweyo nezimvu ezininzi waza wamema bonke oonyana bakakumkani+ noAbhiyatare+ umbingeleli noYowabhi+ intloko yomkhosi; kodwa uSolomon umkhonzi wakho akammemanga.+
25 Kuba namhlanje wehlile ukuze abingelele+ ngeenkunzi zeenkomo namathole atyetyisiweyo nezimvu ezininzi nokuze ameme bonke oonyana bakakumkani neentloko zomkhosi noAbhiyatare umbingeleli;+ yaye nabo bayadla kwaye bayasela phambi kwakhe ibe baqhubeka besithi, ‘Makaphile uKumkani uAdoniya!’+