IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 32:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ngoko nangoko uYakobi wathi, akuzibona: “Liqela likaThixo eli!”+ Ngoko ke wathi igama laloo ndawo yiMahanayim.+

  • Yoshuwa 13:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Yaye ummandla wabo wasusela eMahanayim+ nayo yonke iBhashan, nawo wonke ummandla wobukhosi bukaOgi ukumkani waseBhashan,+ nazo zonke iidolophana zeentente zaseYayire+ eziseBhashan, iidolophu ezingamashumi amathandathu.

  • 2 Samuweli 17:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Ke yena uDavide, wafika eMahanayim,+ yaye uAbhisalom yena wayiwela iYordan, yena namadoda onke akwaSirayeli awayenaye.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share