IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 12:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 Bayaqhubeka bethetha okungeyonyaniso omnye komnye;+

      Ngomlebe ogudileyo+ bayaqhubeka bethetha nangentliziyo embaxa.+

  • IMizekeliso 30:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Iliso eligculela uyise nelicekisa ukuthobela unina+—aya kulikrukra amahlungulu asentlanjeni, alidle amathole okhozi.

  • Mateyu 15:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ngokomzekelo, uThixo wathi, ‘Beka uyihlo nonyoko’;+ yaye wathi ‘Lowo utshabhisa uyise okanye unina makafe.’+

  • 2 Petros 2:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 noko ke, ngokukodwa abo balandela inyama ngomnqweno wokuyenza inqambi,+ bebujongela phantsi ubukhosi.+

      Banobuganga bokwenza unothanda, yaye ababangcangcazeleli abo bazukileyo kodwa bayabatshabhisa,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share