IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 20:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 “‘Ukuba uthe nawuphi na umntu waqalekisa uyise nonina,+ makabulawe afe.+ Nguyise nonina abo abaqalekisileyo. Igazi lakhe liphezu kwakhe.+

  • Duteronomi 21:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Omgibisela ngamatye onke amadoda esixeko sakowabo, afe. Ubususe ke ububi phakathi kwakho, yaye uya kuva wonke uSirayeli aze oyike.+

  • 2 Samuweli 17:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 UAhitofele wathi kuAbhisalom: “Makhe ndinyule, ndiyacela, amadoda alishumi elinesibini lamawaka ndisuke ndize ndimsukele uDavide ngobu busuku.+

  • IMizekeliso 20:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ke oqalekisa uyise nonina,+ isibane sakhe siya kucinywa ekusondeleni kobumnyama.+

  • IMizekeliso 23:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Mphulaphule uyihlo okuzeleyo,+ yaye ungamdeleli unyoko ngenxa nje yokuba emdala.+

  • Roma 1:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 abadli-zithende,+ bemthiyile uThixo, bengabasileyo,+ abanekratshi,+ abazidlayo,+ abayili bezinto ezimbi,+ bengabathobeli abazali,+

  • 2 Timoti 3:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kuba abantu baya kuba ngabazithandayo, abathandi bemali, abazidlayo, abanekratshi, abanyelisi, abangathobeli bazali,+ abangenambulelo, abanganyanisekanga,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share