IMizekeliso 11:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngomlomo wakhe umwexuki uyalonakalisa+ idlelane lakhe, kodwa ngokwazi amalungisa ayahlangulwa.+ Roma 16:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kuba abantu abalolo hlobo bangamakhoboka, kungekhona aweNkosi yethu uKristu, kodwa awezisu zabo;+ yaye ngokuthetha okugudileyo+ nangentetho yokutyibela+ balukuhla iintliziyo zabo bangenabuqhokolo. 2 Petros 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngenxa yokunyoluka kwabo baya kunixhaphaza ngamazwi alalanisayo.+ Kodwa, umgwebo wabo osusela kwakudala+ awucothi, nentshabalalo yabo ayozeli.+
18 Kuba abantu abalolo hlobo bangamakhoboka, kungekhona aweNkosi yethu uKristu, kodwa awezisu zabo;+ yaye ngokuthetha okugudileyo+ nangentetho yokutyibela+ balukuhla iintliziyo zabo bangenabuqhokolo.
3 Ngenxa yokunyoluka kwabo baya kunixhaphaza ngamazwi alalanisayo.+ Kodwa, umgwebo wabo osusela kwakudala+ awucothi, nentshabalalo yabo ayozeli.+