IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 41:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  9 Kwanendoda eseluxolweni nam, ebendikholose ngayo,+

      Ebisidla isonka sam,+ indiphakamisele isithende.+

  • INdumiso 55:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kuba asilotshaba olundingcikivayo;+

      Ngapha koko bendinokukunyamezela.

      Yayingenguye ondithiye kakhulu owazigwagwisa nxamnye nam;+

      Ngapha koko bendinokuzifihla kuye.+

  • Mateyu 26:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 waza wathi: “Niya kundinika ntoni ukuze ndimngcatshe kuni?”+ Bammisela amashumi amathathu amaqhosha esilivere.+

  • Yohane 13:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Andithethi ngani nonke; ndiyabazi abo ndibanyulileyo.+ Kodwa oku kukuze sizaliseke+ iSibhalo esithi, ‘Lowo ubefudula esidla isonka sam undiphakamisele isithende.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share