Eksodus 21:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ukuba inkunzi leyo yenkomo ihlabe ikhoboka okanye ikhobokazana, makanike inkosi yalo iishekele ezingamashumi amathathu,+ inkomo yona ixulutywe. Zekariya 11:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ndandula ke ndathi kuwo: “Ukuba kulungile emehlweni enu,+ ndinikeni umvuzo wam; kodwa ukuba akunjalo, yekani.” Yaye wandihlawula umvuzo wam, amaqhosha esilivere angamashumi amathathu.+ Mateyu 27:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko uYudas, owamngcatshayo, ebona ukuba ugwetyelwe isohlwayo, waba nomvandedwa waza amaqhosha esilivere angamashumi amathathu+ wawabuyisela kubabingeleli abaziintloko namadoda amakhulu, Marko 14:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Bakukuva oko, baba nemihlali yaye bathembisa ukumnika imali yesilivere.+ Ngoko waqalisa ukufuna indlela yokumngcatsha ngethuba elilungileyo.+ Luka 22:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Baba nemihlali baza bavuma ukumnika imali yesilivere.+
32 Ukuba inkunzi leyo yenkomo ihlabe ikhoboka okanye ikhobokazana, makanike inkosi yalo iishekele ezingamashumi amathathu,+ inkomo yona ixulutywe.
12 Ndandula ke ndathi kuwo: “Ukuba kulungile emehlweni enu,+ ndinikeni umvuzo wam; kodwa ukuba akunjalo, yekani.” Yaye wandihlawula umvuzo wam, amaqhosha esilivere angamashumi amathathu.+
3 Ngoko uYudas, owamngcatshayo, ebona ukuba ugwetyelwe isohlwayo, waba nomvandedwa waza amaqhosha esilivere angamashumi amathathu+ wawabuyisela kubabingeleli abaziintloko namadoda amakhulu,
11 Bakukuva oko, baba nemihlali yaye bathembisa ukumnika imali yesilivere.+ Ngoko waqalisa ukufuna indlela yokumngcatsha ngethuba elilungileyo.+