2 Samuweli 15:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 UDavide wayenyuka eqhineni leMinquma,+ elila njengoko wayenyuka, egqubuthele intloko;+ kwaye wayehamba enganxibanga nto ezinyaweni, nabo bonke abantu ababenaye bagqubuthela elowo intloko yakhe, yaye benyuka belila ukunyuka kwabo.+
30 UDavide wayenyuka eqhineni leMinquma,+ elila njengoko wayenyuka, egqubuthele intloko;+ kwaye wayehamba enganxibanga nto ezinyaweni, nabo bonke abantu ababenaye bagqubuthela elowo intloko yakhe, yaye benyuka belila ukunyuka kwabo.+