1 Samuweli 31:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 AmaFilisti athana mbende noSawule noonyana bakhe; yaye ekugqibeleni amaFilisti amxabela uYonatan+ noAbhinadabhi+ noMaleki-shuwa,+ oonyana bakaSawule. 1 Kronike 10:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Wafa ngaloo ndlela ke uSawule noonyana bakhe abathathu,+ nabo bonke abo bendlu yakhe bafa kunye.
2 AmaFilisti athana mbende noSawule noonyana bakhe; yaye ekugqibeleni amaFilisti amxabela uYonatan+ noAbhinadabhi+ noMaleki-shuwa,+ oonyana bakaSawule.