IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 1:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Siya kunyukela phi na? Abazalwana bethu bazinyibilikisile iintliziyo zethu,+ besithi: “Sisizwana esinabantu abakhulu nabade kunathi,+ izixeko zikhulu, zinqatyisiwe kwada kwesa emazulwini+ kwaye noonyana baka-Anakim+ sibabone khona.”’

  • Yoshuwa 2:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Lathi kumadoda lawo: “Ndiyazi ukuba uYehova ngokuqinisekileyo uza kuninika eli lizwe,+ nokuba sifikelwe kukothuka ngenxa yenu,+ nokuba bonke abemi belizwe batyhafe iintliziyo ngenxa yenu.+

  • Yoshuwa 7:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Yaye amadoda aseAyi axabela amadoda amalunga namashumi amathathu anesithandathu awo, awasukela+ ukusuka phambi kwesango ukuya kufikelela eShebharim aza aqhubeka ewaxabela ethambekeni. Ngenxa yoko intliziyo yabantu yaqalisa ukunyibilika yaza yanjengamanzi.+

  • 1 Samuweli 17:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Xa uSawule+ noSirayeli wonke beva la mazwi omFilisti, bankwantya yaye babesoyika kakhulu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share