Duteronomi 20:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “Xa uthe waphuma waya kulwa idabi neentshaba zakho waza wabona amahashe neenqwelo zokulwa,+ isizwana esikhulu kunawe, uze ungasoyiki; ngokuba uYehova uThixo wakho unawe,+ owakukhuphayo ezweni laseYiputa.+ Yoshuwa 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Andikuyalelanga na?+ Yiba nesibindi womelele. Musa ukothuka okanye unkwantye,+ kuba uYehova uThixo wakho unawe naphi na apho uya khona.”+ 1 Samuweli 17:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ke wona onke amadoda akwaSirayeli, athi akuyibona le ndoda, oyika kakhulu, aza asaba.+ INdumiso 27:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 UYehova kukukhanya kwam+ nosindiso lwam.+Ndiya koyika bani na?+UYehova ligwiba lobomi bam.+Ndiya kunkwantyiswa ngubani na?+ Isaya 51:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Mna—mna ndinguLowo unithuthuzelayo.+ “Kutheni na ke usoyika umntu ofayo nje,+ unyana womntu oya kwenziwa abe njengengca eluhlaza?+
20 “Xa uthe waphuma waya kulwa idabi neentshaba zakho waza wabona amahashe neenqwelo zokulwa,+ isizwana esikhulu kunawe, uze ungasoyiki; ngokuba uYehova uThixo wakho unawe,+ owakukhuphayo ezweni laseYiputa.+
9 Andikuyalelanga na?+ Yiba nesibindi womelele. Musa ukothuka okanye unkwantye,+ kuba uYehova uThixo wakho unawe naphi na apho uya khona.”+
27 UYehova kukukhanya kwam+ nosindiso lwam.+Ndiya koyika bani na?+UYehova ligwiba lobomi bam.+Ndiya kunkwantyiswa ngubani na?+
12 “Mna—mna ndinguLowo unithuthuzelayo.+ “Kutheni na ke usoyika umntu ofayo nje,+ unyana womntu oya kwenziwa abe njengengca eluhlaza?+