1 Samuweli 18:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Waphuma ke uDavide. Naphi na apho uSawule wamthumela khona wayesenza ngokunengqiqo,+ ngokokuze uSawule ambeke phezu kwamadoda emfazwe;+ yaye kwabonakala kulungile emehlweni abo bonke abantu kwanasemehlweni abakhonzi bakaSawule. Hebhere 11:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 baphelisa amandla omlilo,+ basinda kuhlangothi lwekrele,+ bathi bekwimo yobuthathaka basuka benziwa baba namandla,+ baba nobukroti emfazweni,+ baphanzisa imikhosi yabasemzini.+
5 Waphuma ke uDavide. Naphi na apho uSawule wamthumela khona wayesenza ngokunengqiqo,+ ngokokuze uSawule ambeke phezu kwamadoda emfazwe;+ yaye kwabonakala kulungile emehlweni abo bonke abantu kwanasemehlweni abakhonzi bakaSawule.
34 baphelisa amandla omlilo,+ basinda kuhlangothi lwekrele,+ bathi bekwimo yobuthathaka basuka benziwa baba namandla,+ baba nobukroti emfazweni,+ baphanzisa imikhosi yabasemzini.+