Genesis 32:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Wawuthe wena, ‘Ngokungathandabuzekiyo ndiya kuqhubana kakuhle nawe ndize ndiyenze imbewu yakho ibe njengentlabathi yolwandle, engenakubalwa ngenxa yobuninzi bayo.’”+ 1 Kumkani 4:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 UYuda noSirayeli babebaninzi njengentlabathi yolwandle,+ besidla kwaye besela benemihlali.+
12 Wawuthe wena, ‘Ngokungathandabuzekiyo ndiya kuqhubana kakuhle nawe ndize ndiyenze imbewu yakho ibe njengentlabathi yolwandle, engenakubalwa ngenxa yobuninzi bayo.’”+