Genesis 22:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 ngokuqinisekileyo ndiya kukusikelela yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuyandisa imbewu yakho njengeenkwenkwezi zasemazulwini nanjengentlabathi eselunxwemeni lolwandle;+ kwaye imbewu yakho iya kulidla ilifa isango leentshaba zayo.+ IMizekeliso 14:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ubuninzi babantu busisihombo sokumkani,+ kodwa liyawa igosa eliphakamileyo ngokuswela abantu.+
17 ngokuqinisekileyo ndiya kukusikelela yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuyandisa imbewu yakho njengeenkwenkwezi zasemazulwini nanjengentlabathi eselunxwemeni lolwandle;+ kwaye imbewu yakho iya kulidla ilifa isango leentshaba zayo.+