2 Samuweli 21:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kwaoko uAbhishayi+ unyana kaTseruya weza kumnceda,+ wamxabela umFilisti waza wambulala. Ngelo xesha amadoda akwaDavide afunga kuye, esithi: “Ungahambi nathi ukuya edabini kwakhona,+ ukuze ungasicimi+ isibane+ sakwaSirayeli!”
17 Kwaoko uAbhishayi+ unyana kaTseruya weza kumnceda,+ wamxabela umFilisti waza wambulala. Ngelo xesha amadoda akwaDavide afunga kuye, esithi: “Ungahambi nathi ukuya edabini kwakhona,+ ukuze ungasicimi+ isibane+ sakwaSirayeli!”