12 Kodwa yathi loo ndoda kuYowabhi: “Nangona ngendiba ndilinganisa ezintendeni zam iwaka lamaqhosha esilivere, andifanele ndolulele isandla sam kunyana kakumkani; kuba ezindlebeni zethu ukumkani wayalela wena noAbhishayi noItayi, esithi, ‘Nokuba ngubani na kuni nimlinde, umfana, uAbhisalom.’+