2 Samuweli 18:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kwaye ukumkani wahlabela mgama wayalela uYowabhi noAbhishayi noItayi, esithi: “Niqhubane ngothantamiso+ nomfana uAbhisalom ngenxa yam.” Nabo bonke abantu beva xa ukumkani wayeyalela zonke iintloko ngombandela ka-Abhisalom.
5 Kwaye ukumkani wahlabela mgama wayalela uYowabhi noAbhishayi noItayi, esithi: “Niqhubane ngothantamiso+ nomfana uAbhisalom ngenxa yam.” Nabo bonke abantu beva xa ukumkani wayeyalela zonke iintloko ngombandela ka-Abhisalom.