INdumiso 49:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Umnqweno wabo ngaphakathi kukuba izindlu zabo zingama kuse kwixesha elingenammiselo,+Iminquba yabo kwisizukulwana ukusa kwisizukulwana.+Imihlaba yabo bayibiza ngamagama abo.+
11 Umnqweno wabo ngaphakathi kukuba izindlu zabo zingama kuse kwixesha elingenammiselo,+Iminquba yabo kwisizukulwana ukusa kwisizukulwana.+Imihlaba yabo bayibiza ngamagama abo.+