IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 4:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Emva koko uKayin waba neentlobano zokwazana nomfazi wakhe+ waza wamitha, wazala uEnoki. Ngoko wakha isixeko waza wasithiya eso sixeko ngegama lonyana wakhe uEnoki.+

  • 1 Samuweli 15:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Wandula ke uSamuweli wavuka ekuseni ukuze ahlangane noSawule kusasa. Kodwa kwanikelwa ingxelo kuSamuweli, kwathiwa: “USawule uze eKarmele,+ yaye, khangela! uzimisele ilitye lesikhumbuzo,+ wandula ke wajika waya ngaphesheya waza wehla waya eGiligali.”

  • 2 Samuweli 18:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ke kaloku uAbhisalom yena, ngoxa wayesaphila, wayethabathe intsika+ waza wazimisela yona, eseNtilini yoKumkani,+ kuba wathi: “Andinanyana ukuze akhumbule igama lam.”+ Ngoko loo ntsika wayibiza ngegama lakhe,+ yaye iqhubeka ibizwa ngokuba liliTye Lesikhumbuzo lika-Abhisalom kude kuse kule mini.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share