2 Samuweli 19:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kamva kwaxelwa kuYowabhi kwathiwa: “Khangela! Ukumkani uyalila, yaye uyaqhubeka ezilela uAbhisalom.”+
19 Kamva kwaxelwa kuYowabhi kwathiwa: “Khangela! Ukumkani uyalila, yaye uyaqhubeka ezilela uAbhisalom.”+