2 Samuweli 18:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kwaye ukumkani wahlabela mgama wayalela uYowabhi noAbhishayi noItayi, esithi: “Niqhubane ngothantamiso+ nomfana uAbhisalom ngenxa yam.” Nabo bonke abantu beva xa ukumkani wayeyalela zonke iintloko ngombandela ka-Abhisalom. 2 Samuweli 18:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Wathi ke uYowabhi: “Andinakwenjenje, ndilibale nguwe!” Wathabatha ke imiphini yamithathu entendeni yakhe waza wahlaba+ uAbhisalom entliziyweni ngoxa wayesaphila esekuloo mthi mkhulu.+
5 Kwaye ukumkani wahlabela mgama wayalela uYowabhi noAbhishayi noItayi, esithi: “Niqhubane ngothantamiso+ nomfana uAbhisalom ngenxa yam.” Nabo bonke abantu beva xa ukumkani wayeyalela zonke iintloko ngombandela ka-Abhisalom.
14 Wathi ke uYowabhi: “Andinakwenjenje, ndilibale nguwe!” Wathabatha ke imiphini yamithathu entendeni yakhe waza wahlaba+ uAbhisalom entliziyweni ngoxa wayesaphila esekuloo mthi mkhulu.+