2 Samuweli 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Andula ke eza amadoda akwaYuda+ aza amthambisa+ uDavide apho njengokumkani phezu kwendlu kaYuda.+ Amxelela uDavide, esithi: “Amadoda aseYabheshe-giliyadi ngawo awamngcwabayo uSawule.”
4 Andula ke eza amadoda akwaYuda+ aza amthambisa+ uDavide apho njengokumkani phezu kwendlu kaYuda.+ Amxelela uDavide, esithi: “Amadoda aseYabheshe-giliyadi ngawo awamngcwabayo uSawule.”