IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 49:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Intonga yobukhosi ayisayi kusuka kuYuda,+ nomsimelelo womyaleli phakathi kweenyawo zakhe, ade afike uShilo;+ zize zithobele yena izizwana.+

  • 2 Samuweli 19:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ke yena uKumkani uDavide, wathumela kuTsadoki+ noAbhiyatare+ ababingeleli, esithi: “Thethani kumadoda amakhulu akwaYuda,+ nithi, ‘Kutheni na ukuba nibe ngabokugqibela ekumbuyiseleni endlwini yakhe ukumkani, ilizwi likaSirayeli wonke lifikile nje kukumkani esendlwini yakhe?

  • 2 Samuweli 19:42
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 42 Onke ke amadoda akwaYuda awaphendula amadoda akwaSirayeli athi: “Ngenxa yokuba ukumkani uhlobene ngokusondeleyo nathi;+ kutheni ke ukuze nina nibe nomsindo ngenxa yale nto? Sikhe sadla nto na ngendleko kakumkani, okanye kwaziswa kuthi isipho?”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share