2 Samuweli 18:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Waza umlindi wahlabela mgama wathi: “Ndibona indlela yokubaleka kweyokuqala kunjengendlela yokubaleka+ ka-Ahimahatse+ unyana kaTsadoki,” nokumkani ke wathi: “Yindoda elungileyo le,+ yaye ifanele ize neendaba ezilungileyo.”+
27 Waza umlindi wahlabela mgama wathi: “Ndibona indlela yokubaleka kweyokuqala kunjengendlela yokubaleka+ ka-Ahimahatse+ unyana kaTsadoki,” nokumkani ke wathi: “Yindoda elungileyo le,+ yaye ifanele ize neendaba ezilungileyo.”+