1 Kumkani 1:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Ngoxa wayesathetha, yabona, kweza uYonatan+ unyana ka-Abhiyatare umbingeleli. Waza uAdoniya wathi: “Ngena, kuba uyindoda elikroti, kwaye uzisa iindaba ezilungileyo.”+ IMizekeliso 25:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Njengamanzi abandayo emphefumlweni odiniweyo,+ injalo ingxelo elungileyo evela kwilizwe elikude.+
42 Ngoxa wayesathetha, yabona, kweza uYonatan+ unyana ka-Abhiyatare umbingeleli. Waza uAdoniya wathi: “Ngena, kuba uyindoda elikroti, kwaye uzisa iindaba ezilungileyo.”+