1 Kronike 3:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Unyana kaSolomon yayinguRehobhoham,+ uAbhiya+ unyana wakhe, uAsa+ unyana wakhe, uYehoshafati+ unyana wakhe, 2 Kronike 13:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Amadoda angoongantweni,+ amatshivela,+ aqokelelana ndawonye ngakuye. Ekugqibeleni wazingqina ongamile kuRehobhoham unyana kaSolomon, ekubeni uRehobhoham+ wayeselula yaye enedyudyu,+ akazange amelane nawo. Mateyu 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 uSolomon wazala uRehobhoham;+uRehobhoham wazala uAbhiya;uAbhiya+ wazala uAsa;+
10 Unyana kaSolomon yayinguRehobhoham,+ uAbhiya+ unyana wakhe, uAsa+ unyana wakhe, uYehoshafati+ unyana wakhe,
7 Amadoda angoongantweni,+ amatshivela,+ aqokelelana ndawonye ngakuye. Ekugqibeleni wazingqina ongamile kuRehobhoham unyana kaSolomon, ekubeni uRehobhoham+ wayeselula yaye enedyudyu,+ akazange amelane nawo.