Genesis 37:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngoko wathi kuye: “Nceda, undiyele khona. Ubone ukuba abantakwenu basaphila na, nokuba umhlambi usaphila na, uze ubuye undazise.”+ Wamndulula ke esuka entilini yaseHebron,+ waya ngakwaShekem. Yoshuwa 24:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kwaye uYoshuwa wadibanisa ndawonye zonke izizwe zakwaSirayeli eShekem+ waza wabiza amadoda amakhulu akwaSirayeli+ neentloko zakhe nabagwebi bakhe namagosa akhe, baza bazimisa phambi koTHIXO oyinyaniso.+
14 Ngoko wathi kuye: “Nceda, undiyele khona. Ubone ukuba abantakwenu basaphila na, nokuba umhlambi usaphila na, uze ubuye undazise.”+ Wamndulula ke esuka entilini yaseHebron,+ waya ngakwaShekem.
24 Kwaye uYoshuwa wadibanisa ndawonye zonke izizwe zakwaSirayeli eShekem+ waza wabiza amadoda amakhulu akwaSirayeli+ neentloko zakhe nabagwebi bakhe namagosa akhe, baza bazimisa phambi koTHIXO oyinyaniso.+