1 Kumkani 1:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Emva koko bonke abantu beza bemlandela, kwaye abantu babedlala iimbande+ benemihlali ngovuyo olukhulu,+ kangangokuba umhlaba+ wahlukana ngenxa yengxolo yabo.
40 Emva koko bonke abantu beza bemlandela, kwaye abantu babedlala iimbande+ benemihlali ngovuyo olukhulu,+ kangangokuba umhlaba+ wahlukana ngenxa yengxolo yabo.