1 Samuweli 15:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Yaye, ngapha koko, Obalaseleyo kaSirayeli+ akayi kuxoka,+ akayi kuzisola, kuba Yena akangomntu wasemhlabeni ukuba azisole.”+ Isaya 55:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 ngoko ilizwi lam eliphuma emlonyeni wam liya kuba njalo.+ Aliyi kubuyela kum ngaphandle kwemiphumo, kodwa ngokuqinisekileyo liya kukwenza+ oko ndiyoliswa kuko,+ likuphumelelise ngokuqinisekileyo oko ndilithumele kona.+
29 Yaye, ngapha koko, Obalaseleyo kaSirayeli+ akayi kuxoka,+ akayi kuzisola, kuba Yena akangomntu wasemhlabeni ukuba azisole.”+
11 ngoko ilizwi lam eliphuma emlonyeni wam liya kuba njalo.+ Aliyi kubuyela kum ngaphandle kwemiphumo, kodwa ngokuqinisekileyo liya kukwenza+ oko ndiyoliswa kuko,+ likuphumelelise ngokuqinisekileyo oko ndilithumele kona.+