1 Kronike 29:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Bobakho, Yehova, ubukhulu+ namandla+ nobuhle+ nokubalasela+ nesidima;+ kuba yonk’ into esemazulwini nesemhlabeni yeyakho.+ Bobakho ubukumkani,+ Yehova, Wena uphakamileyo njengentloko yezinto zonke.+ Yobhi 37:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Emntla kuphuma ubukhazikhazi begolide.Isidima esikuThixo siyoyikeka.+ Isaya 43:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba ndinguYehova uThixo wakho, Lowo Ungcwele kaSirayeli uMsindisi wakho.+ Ndinikele ngeYiputa ukuba ibe yintlawulelo yakho,+ iTiyopiya+ neSebha esikhundleni sakho. Isaya 44:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Utsho uYehova, uKumkani kaSirayeli+ noMhlawuleli wakhe,+ uYehova wemikhosi, ukuthi, ‘Ndingowokuqala, ndikwangowokugqibela,+ yaye akukho Thixo ngaphandle kwam.+
11 Bobakho, Yehova, ubukhulu+ namandla+ nobuhle+ nokubalasela+ nesidima;+ kuba yonk’ into esemazulwini nesemhlabeni yeyakho.+ Bobakho ubukumkani,+ Yehova, Wena uphakamileyo njengentloko yezinto zonke.+
3 Kuba ndinguYehova uThixo wakho, Lowo Ungcwele kaSirayeli uMsindisi wakho.+ Ndinikele ngeYiputa ukuba ibe yintlawulelo yakho,+ iTiyopiya+ neSebha esikhundleni sakho.
6 “Utsho uYehova, uKumkani kaSirayeli+ noMhlawuleli wakhe,+ uYehova wemikhosi, ukuthi, ‘Ndingowokuqala, ndikwangowokugqibela,+ yaye akukho Thixo ngaphandle kwam.+