IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 17:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ekugqibeleni uMoses wadanduluka kuYehova, esithi: “Ndiya kusithini na esi sizwana? Sekukancinane ukuba sindixulube!”+

  • Numeri 14:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kodwa ke, yonke indibano yathi mabagityiselwe ngamatye.+ Babonakala ubuqaqawuli bukaYehova ententeni yokuhlangana kubo bonke oonyana bakaSirayeli.+

  • 2 Kronike 10:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Kamva uKumkani uRehobhoham wathumela uHadoram,+ owayephethe abo babebhaliselwe ukusebenza ngokuqhutywa ngebhaxa, kodwa oonyana bakaSirayeli bamgibisela ngamatye,+ kangangokude afe. Yaye uKumkani uRehobhoham waba nako ukukhwela enqwelweni wasabela eYerusalem.+

  • 2 Kronike 24:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ekugqibeleni bamenzela iyelenqe+ bamgibisela ngamatye+ ngokomyalelo kakumkani entendelezweni yendlu kaYehova.

  • IZenzo 5:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Ngoko umphathi namagosa akhe baya baza babazisa, kodwa ngaphandle kogonyamelo, njengoko babesoyika+ ukuxulutywa ngabantu.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share